CORRECT LYRICS

Lyrics : Ekhaya

(Oh yes sir)
(Hhm)
(We came a long way)
(Ah ah ah)

Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah)
Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy)
Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah)
Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy)

Mhm, khumbul’ ekhaya, khumbul’ umama
Ndimqibele s’xabene kodwa ndiyam' khumbul’utata
Sayo phanda nam' ndicedise unozala
Shona malanga nase ndlini banexhala
Andisa phone, andisa bhali, khawu thumel’ intwanana
UDecember ufikile, ziphi mpahla zabantwana?
Cimba eGautini kumnandi, ndity’ imali namankazan’
Ikati ilel’eziko apha s’phila nje nge ndlala
Indoda ay’khali, ifela ngaphakathi
Ye xakunzima k’vele k’nqabe nabangani
Funga amahlubi, I never thought it would bе easy but this too much I’ve been locked outsidе
Umastandi uthi ndinga buyi imali ye rent ndigenayo
S’pusha kanzima kodwa ay’kabikho engenayo
I swear to God ungazi k’fana nonga boni
Kodw’ iGauti ndiyal’bulela ngoba lind’fundis’ ubomi
Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah)
Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy)
Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah)
Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy)

Bhali i-SMS enesthembiso sobuya
Ntliziyo ibhlungu, ubon’ uLilly ekhula
Tata wakhe engekho kodw’izinto zizolunga
Bendi gura ne tyma 'cause he was never home
Kodwa ngoku ndi’fana naye, I’ve been gone for too long
Time lost I can never bring back
Ithemba lam' nje kubuya ndine bag
Khumbul’ekhaya but I have to be here

Kukude ekhaya
Ngale kwezi ntaba
Kunini sizama?
Kunini sphanda?
Kukude ekhaya
Ngale kwezi ntaba
Kunini sizama?
Kunini sphanda?
Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah)
Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy)
Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah)
Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy)