SUBMIT LYRICS
Top 100
Album releases
artists
Community
French
Spanish
Portuguese
Correction Lyrics
Ekhaya
by
Emtee
Back
Lyrics
(Oh yes sir) (Hhm) (We came a long way) (Ah ah ah) Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah) Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy) Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah) Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy) Mhm, khumbul’ ekhaya, khumbul’ umama Ndimqibele s’xabene kodwa ndiyam' khumbul’utata Sayo phanda nam' ndicedise unozala Shona malanga nase ndlini banexhala Andisa phone, andisa bhali, khawu thumel’ intwanana UDecember ufikile, ziphi mpahla zabantwana? Cimba eGautini kumnandi, ndity’ imali namankazan’ Ikati ilel’eziko apha s’phila nje nge ndlala Indoda ay’khali, ifela ngaphakathi Ye xakunzima k’vele k’nqabe nabangani Funga amahlubi, I never thought it would bе easy but this too much I’ve been locked outsidе Umastandi uthi ndinga buyi imali ye rent ndigenayo S’pusha kanzima kodwa ay’kabikho engenayo I swear to God ungazi k’fana nonga boni Kodw’ iGauti ndiyal’bulela ngoba lind’fundis’ ubomi Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah) Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy) Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah) Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy) Bhali i-SMS enesthembiso sobuya Ntliziyo ibhlungu, ubon’ uLilly ekhula Tata wakhe engekho kodw’izinto zizolunga Bendi gura ne tyma 'cause he was never home Kodwa ngoku ndi’fana naye, I’ve been gone for too long Time lost I can never bring back Ithemba lam' nje kubuya ndine bag Khumbul’ekhaya but I have to be here Kukude ekhaya Ngale kwezi ntaba Kunini sizama? Kunini sphanda? Kukude ekhaya Ngale kwezi ntaba Kunini sizama? Kunini sphanda? Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah) Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy) Kukude ekhaya, kukude ekhaya (Far away, yeah) Egoli liyashaya, silwa nedlala (Ayy)
music video
Your name will be published. Leave fields blanks to remain anonymous.
Submit
Modal title
×
Insert media
Video URL?
(YouTube, Vimeo, Instagram, DailyMotion, Soundcloud)
×
Remember me
Lost password
Sign in
Register