CORRECT LYRICS

Lyrics : Ndonele

Ntlizoyo yam' yamkela
Ndiyazi umthandile usamfuna
Kodwa isimo asisavumi, ndihlale naye
Nqondo yam' ndiyazi udikiwe
Ubuxoki ngamabali nobuvuvu
Kude kwabalapha, mhm ungatshintshi

Ndonele kukubona uzenzela apha kum'
Kukubona usenza inhlekisa ngam'
Ah ndonele, kwanele
Ndonele kukubona uzenzela apha kum'
Kukubona usenza inhlekisa ngam'
Ah ndonele, kwanele

Yiminyaka sithandana
Ndinyamezele amanyala akho
Undihlaza, undihlaza, oh yini na?
Lilibale igama lam'
Lilibale igama lam' kusukela namhlanje
Ndilibale, oh ndiyahamba mna

Ndonele kukubona uzenzela apha kum'
Kukubona usenza inhlekisa ngam'
Ah ndonele, kwanele
Ndonele kukubona uzenzela apha kum'
Kukubona usenza inhlekisa ngam'
Ah ndonele, kwanele
Ndonele kukubona uzenzela apha kum'
Kukubona usenza inhlekisa ngam'
Ah ndonele, kwanele